Purchase This Book
This is an external link.

Umvumb’ Ondindisholo

Published By - Sibongile Maputi
Author - Sibongile Maputi

Book Description


Le ncwadi ivavanya ibango nelungelo lobuzali kwiimeko apho umzali walukhanyelayo usana lwakhe. Kakade asinguye wonke ubani ozeleyo ongumzali; ootata mabayazi le inene. Kananjalo, asinguye wonke ubani omele ukwamkela ikhazi. Ngelinye ixesha umzali lidlamali, elikhangele nje ukudyavaza loo nto izuzekayo. Omnye akanaxesha lamfuyo xa kuthe kweziwa nalo liziinkomo ezihamba ngamanqina amane. Ubuzali abumelanga kwayanyaniswa nebango lelobola kubantu bakaphelasonwabe, okanye ababaleka balushiya uxanduva.rnFundani bantwana bethu.


Reviews


8.5 Superb Based on 4 reviews
Food Quality
9.0
Service
9.5
Punctuality
6.0
Price
6.0
There are no reviews at the moment! Be the first to review Add Review