Purchase This Book
This is an external link.

Kubuhlanti Obunye Ziyahlabana

Published By - Sibongile Maputi
Author - Sibongile Maputi

Book Description


Mathol oonyongande masingathengisi ngabantwana bethu. Kulwimi lwethu akukho okonakeleyo; gxebe kukuba siluyekelernkubangeneleli abangalaziyo. Nanga amaqhalo anamhlanje achuba umntu; indalo;rnisiXhosa; umthetho; namaqhawe. Le ncwadi iyintsika kwixesha apho wonke ubanirnagalaziyo ulwimi. Andiphakamisi nto nam, koko ndithi inyaniso emsulwarnkukuba urhulumente wabantu uyivulile inyoba yokuphakamisa iilwimi zabo,rnngokuthi umthetho uvumele ukusetyenziswa kwazo ngokupheleleyo yaye nakweyiphirnna indawo. Iphondo le Mpuma Koloni, silibona lizibandakanye nalo mgaqo-nkqubo,rnphofu likhokela iphulo nelingazange labonwa kweli, lokuba abantwana babhalerniimviwo ngolwimi lweenkobe. Baza kuthetha abathethayo, bagxeke abagxeki, kodwarninene kukuba ulwimi nabantu balo baza kuxhamla kule nkxaso ikumila kunje. Lornnto ke ithi amaphulo namalinge okuqinisa uhlobo ekuthethwa ngalo, nekubhalwarnngalo ingakumbi namhlanje, amele ukuququzelelwa. Mandingathethi ngomthamo hleze ndinitshicele; kakade kubuhlanti obunye ziyahlabana.


Reviews


8.5 Superb Based on 4 reviews
Food Quality
9.0
Service
9.5
Punctuality
6.0
Price
6.0
There are no reviews at the moment! Be the first to review Add Review