Lo mdlalo ubuhlungu kangaka wenzeka kwenye yemizi yakwaNyawuza eXhorha kwilali yaseThungwana.â€Imela igobel’esandleni†La ngamazwi aphume kwinkosikazi uNolwando ezibona ilahlekelwa ngumntwana nempilo yayo ngenxa yomona.rnrnUZungula waswelekwa ngumfazi wakhe enomntwana ominyaka mihlanu kuphela ogama linguYanga, waza wazeka umfazi wesibini uNolwando. UNolwando wafumana abantwana abathathu uLisa, uSiseko kunye nenkwenkwe enguLoyiso.rnrnUthe esabukele oonyana bakhe uZungula waqutyu...
Carefully selected for their depth, relevance, and lasting impact.
Explore more titles published by Uj Press.