Le ngqokelela yemibongo, ngosiba lweqela leembongi, neziquka umakhwekhwetha kampondozihlanjiwe, uNjingalwazi Nomsa Satyo, ibonakalisa phandle ubaluleko lwelima. Ukucinga kweembongi akufani; uluvo lwakhe nabani na luyabaluleka xa kubangulwa izinto ezinxakamisa umzi. Ziliqela ke izinto ezinxakamisa umzi, zathi zazipenapenisa neembongi, zathunakala zathetha. Kakade imibongo yinto yaloo nto; ukwakha, ukugxeka, ukunyemba, ukuncoma, ukuyala, nokukhalima. Injalo nje imbongi, kungenjalo umbhali, akunaku...
Carefully selected for their depth, relevance, and lasting impact.