Purchase This Book
This is an external link.

Nasekhukweni Lokufa Kwedini

Published By - Sibongile Maputi
Author - Sibongile Maputi

Book Description


Bonzakele abantwana abaninzi besenzakaliswa ngabazali babo. Ukuhlangana okokuqala noyihlo entolongwenirnasinto ubani angazingca ngayo, kodwa inene kukuba le nto iyenzeka. Kuvamilernkwindlu emnyama, yaye sele kwaxhaphaka, ukuba bakhule abantwana babengamagxibharnootata bengekho. Bambi basetorhweni, bambi basentolongweni, bambi balapharnelizweni. Inkumbula ikhule ingazi ukuba izalwa ngoobani, phofu ilinyalarnukuthetha ngooyise. Abaninzi nangakumbi bathi besakubabona abazali babo,rnbaphoxeke ukuba umntu ufike umzali engeyiyo le nto umntu ebenqwenela ukuyibona.rnIlishwa kukuba akukho bani owakha wazikhethela abazali, okanye uhlobo aza ngalornemhlabeni. Mandingathethi ngomthamo, hleze ndinitshicele. Fundani bantwana bethu.


Reviews


8.5 Superb Based on 4 reviews
Food Quality
9.0
Service
9.5
Punctuality
6.0
Price
6.0
There are no reviews at the moment! Be the first to review Add Review